Aanlyn Bybel

- Advertensies -




Izililo 3:7 - Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

7 Undibiyile ngamacala onke, ukuba ndingebe nako ukupuma: uwenze nzima umxokelelwane wam.

Sien die hoofstuk Kopieer

IZIBHALO EZINGCWELE

7 Úndibiyele ngeenxa zonke, andinakuphuma; uwenze aba nzima amakhamandela am obhedu.

Sien die hoofstuk Kopieer

IBHAYIBHILE

7 Undibiyele macala onke ukuze ndingabi nakuphuma; undikhonxe ngamakhamandela obhedu andisindayo.

Sien die hoofstuk Kopieer

Contemporary Xhosa Bible 2024

7 Undibiyele ngothango, ukuba ndingabi nakuphuma; Wayenza nzima ityathanga lam.

Sien die hoofstuk Kopieer




Izililo 3:7

Volg ons:

Advertensies


Advertensies