Izililo 2:14 - Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)14 Abaprofite bako bakubonele okungendawo nobudenge: abatyilanga inkohlakalo yako, ukuba kubuyiswe ukutinjwa kwako: kodwa bakubonele imitwalo ebuxoki nezigxotiso. Sien die hoofstukIZIBHALO EZINGCWELE14 Abaprofeti bakho bakubonele imibono yento engento nejavujavu; Àbabutyhila ubugwenxa bakho, ukuba kubuyiswe ukuthinjwa kwakho; Bakubonéle imibono ezizihlabo ezingezizo, nezokugxothwa. Sien die hoofstukIBHAYIBHILE14 Imibono yabashumayeli bakho yayingamampunge nenkohliso; abalutyhilanga ukreqo lwakho ukuze kunqandwe ukuthinjwa kwakho. Izihlabo abazibhekise kuwe zazibubuxoki obulahlekisayo. Sien die hoofstukContemporary Xhosa Bible 202414 Abaprofeti bakho bakubonisa izinto ezililize nezibubudenge, yaye ababutyhilanga ububi bakho ukuze bakuthintele ukuthinjwa; ke ndanibona imithwalo ebuxoki, nokugxothwa. Sien die hoofstuk |