Izililo 2:13 - Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)13 Ndokunqi̔nela nto nina? ndokufanisa nanto nina, ntombi yase‐Yerusaleme? ndokulinganisa nanto nina, ukuba ndikututuzele, wena ntombi ipela yase‐Ziyone? ngokuba isapuko sako sikulu njengolwandle; ngubanina ongakupolisayo? Sien die hoofstukIZIBHALO EZINGCWELE13 Ndíkungqinele, ngantoni na? Ndíkufànekise nantoni na, ntombi yaseYerusalem? Ndíkulingànise nantoni na, ukuze ndikuthuthuzele, ntombindini iyintombi, inguZiyon? Ngokuba kukhulu ngangolwandle ukwaphuka kwakho; ngubani na onokukuphilisa? Sien die hoofstukIBHAYIBHILE13 Ndingathetha ndithini na kuwe? Ndingakuthelekisa nantoni, ntombindini Jerusalem? Ndingakufanisa nantoni, khon' ukuze ndikuthuthuzele, ntombindini Ziyon? Inxeba lakho linzulu okolwandle. Ngubani ongakunyangayo? Sien die hoofstukContemporary Xhosa Bible 202413 Ndiya kungqina ngantoni na kuwe? Ndikufanekise nantoni na, ntombi yaseYerusalem? Ndibona ntoni na kuwe, ukuze ndikuthuthuzele, ntombindini iyintombi, inguZiyon? ngokuba kukhulu ngangolwandle ixesha lakho; ngubani na onokukuphilisa? Sien die hoofstuk |