Izililo 4:18 - Contemporary Xhosa Bible 202418 Bazingela amanyathela ethu, ukuba singahambi ezitratweni zethu; ngokuba kufikile ukuphela kwethu. Sien die hoofstukIZIBHALO EZINGCWELE18 Bazingela amanyathela ethu, ukuze singabi nakuhamba ezitratweni zethu; Kusondele ukuphela kwethu, izalisekile imihla yethu; ewe, kufikile ukuphela kwethu. Sien die hoofstukIBHAYIBHILE18 Sichwechwelwa ngamadoda asizingelayo ngokokude singabi nakuhamba ezitalatweni zethu. Sisondele isiphelo sethu; ifinciwe imihla yethu; ewe, sifikile isiphelo sethu. Sien die hoofstukIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)18 Bazingela amanyatela etu, ukuba besingenakuhamba ezitarateni zetu: kwasondela ukupela kwetu, yabizalisekile imihla yetu; ngokwenene ukupela kwetu bekufikile. Sien die hoofstuk |