Izililo 4:16 - Contemporary Xhosa Bible 202416 Umsindo kaYehova wabahlula; akasayi kuba sabakhangela; abakhange babe nesimilo sababingeleli, bengawathandi amadoda amakhulu. Sien die hoofstukIZIBHALO EZINGCWELE16 Ubuso bukaYehova bubachithachithile, akasayi kubabheka; Ubuso bababingeleli ababubhekanga, amadoda amakhulu abawababalanga. Sien die hoofstukIBHAYIBHILE16 Ubachitha-chithe ngokwakhe uNdikhoyo; uyekile ukubalondoloza. Abasahlonelwa ababingeleli; akasajongelwe nto amadoda amakhulu. Sien die hoofstukIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)16 Ubuso bukayehova bubahlulahlule; akasayi kubagqala; ubuso babaperisite ababubekanga; babengenalufefe kubo abadala. Sien die hoofstuk |