Izililo 4:15 - Contemporary Xhosa Bible 202415 Bathi kuwo, Hambani; ayicocekanga; mkani, mkani, musani ukuphatha; ekubalekeni kwabo, babhadula ezintlangeni, bathi, Abayi kubuya baphambukele khona. Sien die hoofstukIZIBHALO EZINGCWELE15 Sukani, nantso inqambi! Kwatshiwo ukumenyezwa kubo. Sukani, sukani, musani ukuphatha! Bakùsaba, baphamzela nalapho, kwathiwa phakathi kweentlanga, Mabangaphindi baphambukele khona. Sien die hoofstukIBHAYIBHILE15 “Mkani; *nigqwalisekile!” batsho abantu kubo. “Sukani; sukani; ningakhe nilinge ukusondela kuthi!” Bakuba bebhacele ezintlangeni zona ziya kuthi ngabo: “Abanakuhlala apha.” Sien die hoofstukIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)15 Bamemeza kubo, besiti: Sukani, nina banco̔lileyo! sukani, sukani, ningacukumisi! Ngenyaniso bayabaleka, bayabadula; kutwa pakati kwezizwe: Abasayi kuhlala kona. Sien die hoofstuk |