Aanlyn Bybel

- Advertensies -




Izililo 3:43 - Contemporary Xhosa Bible 2024

43 Wazambesa ngomsindo, wasitshutshisa; Wabulala, akwaba nanceba.

Sien die hoofstuk Kopieer

IZIBHALO EZINGCWELE

43 Ùzigqubuthele ngomsindo, wasisukela; ubuléle akwaconga.

Sien die hoofstuk Kopieer

IBHAYIBHILE

43 Wena wambethe umsindo wasisukela, wasibulala ungenanceba.

Sien die hoofstuk Kopieer

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

43 Usigubungele ngengqumbo, usiputumile; ubulele, ungabanga nanceba.

Sien die hoofstuk Kopieer




Izililo 3:43

Volg ons:

Advertensies


Advertensies