Aanlyn Bybel

- Advertensies -




Izililo 3:40 - Contemporary Xhosa Bible 2024

40 Masizihlole, sizivavanye iindlela zethu, size sibuyele kuYehova.

Sien die hoofstuk Kopieer

IZIBHALO EZINGCWELE

40 Masiziphengulule iindlela zethu, sizigocagoce, sibuyele kuYehova.

Sien die hoofstuk Kopieer

IBHAYIBHILE

40 Masikhe siziphengulule sizigocagoce iindlela zethu, size sibuyele kuNdikhoyo.

Sien die hoofstuk Kopieer

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

40 Masipande imikwa yetu siyibence, siguqukele kuyehova.

Sien die hoofstuk Kopieer




Izililo 3:40

Volg ons:

Advertensies


Advertensies