Izililo 3:10 - Contemporary Xhosa Bible 202410 Kum ube njengebhere elalele, enjengengonyama izimele; Sien die hoofstukIZIBHALO EZINGCWELE10 Kum úyibhere• elalelayo, úyingonyama esezintsithelweni. Sien die hoofstukIBHAYIBHILE10 Njengebhere elaleleyo, nanjengengonyama ezifihlileyo, Sien die hoofstukIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)10 Ubenjengayo ibere elalelayo kum, njengengonyama ezindaweni zasese. Sien die hoofstuk |