Izililo 2:11 - Contemporary Xhosa Bible 202411 Amehlo am azele zinyembezi, ziyabila isisu sam, intliziyo yam ibuhlungu ngenxa yokwaphuka kwentombi yabantu bakowethu; ngokuba besifa isiqaqa abantwana neentsana ezitratweni zomzi. Sien die hoofstukIZIBHALO EZINGCWELE11 Amehlo am aphela ziinyembezi, ziyabila izibilini zam, Isibindi sam siphalele emhlabeni, ngenxa yokwaphuka kwentombi yabantu bakowethu, Ngokutyhafa kwabantwana, nabasemabeleni, ezitratweni zomzi. Sien die hoofstukIBHAYIBHILE11 Amehlo am akaboni ziinyembezi; amathumbu am ayaxuxuzela; ndiphelelwe sisibindi, ngenxa yokubhuqwa kwabantu bakowethu, kuba abantwana neentsana baphelelwe ngamandla ezitalatweni zesixeko. Sien die hoofstukIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)11 Amehlo am ayapela zinyembezi, amatumbu am axapazele, isibindi sam sipalele ngasemhlabeni, ngenxa yokwapuka kwentombi yabantu bam; ngokuba intsatshana nentsana zisiwa ezitarateni zesixeko. Sien die hoofstuk |