Izililo 1:2 - Contemporary Xhosa Bible 20242 Ulila kakhulu ebusuku, iinyembezi zakhe zisezidleleni zakhe; kuzo zonke izithandwa zakhe akukho mthuthuzeli; Bonke abahlobo bakhe bamngcatshile baza baba ziintshaba zakhe. Sien die hoofstukIZIBHALO EZINGCWELE2 Ulila elilile ebusuku, iinyembezi zakhe zisezidleleni zakhe; Akanamthuthuzeli kuzo zonke izithandane zakhe; Onke amakholwane akhe ammenezelele, Aba lutshaba kuye. Sien die hoofstukIBHAYIBHILE2 Uyangqukruleka elila ebusuku, izidlele zakhe zisihla iinyembezi. Kuzo zonke izithandwa zakhe akukho simthuthuzelayo; bonke abahlobo bakhe bamngcatshile, suka baziintshaba zakhe. Sien die hoofstukIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)2 Siyalila ngento enzima ebusuku, nenyembezi zaso zipezu kwezidlele zaso: akuko namnye ositutuzelayo pakati kwabo bonke abatandi baso; zonke izihlobo zaso zisipete ngenkohliso, ziba zintshaba kuso. Sien die hoofstuk |