Izililo 1:16 - Contemporary Xhosa Bible 202416 Ndiyazilela ezi zinto; iliso lam, iliso lam liphalaza amanzi, Ngokuba ekude kum umthuthuzeli owenza umphefumlo wam; Babhidekile abantwana bam, ngokuba utshaba loyisile. Sien die hoofstukIZIBHALO EZINGCWELE16 Ngenxa yezo zinto ndiyalila; iliso lam, iliso lam lihla amanzi, Ngokuba ekude kum umthuthuzeli, umbuyisi womphefumlo wam; Baziimpanza abantwana bam, ngokuba utshaba lwam lundoyisile. Sien die hoofstukIBHAYIBHILE16 Kungoko ndisenza isimbonono, amehlo am ephalala iinyembezi. Akukho bani ukufuphi kum ukundithuthuzela; akukho mntu uhlaziya umoya wam. Abantwana bam baphalele kuba utshaba loyisile. Sien die hoofstukIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)16 Ngenxa yezizinto ndiyalila; iliso lam, iliso lam liyahlisa amanzi, ngokuba umtutuzeli ekude kum, umbuyisi wompefumlo wam: abantwana bam bacitakele, ngokuba utshaba lweyisile. Sien die hoofstuk |