Izililo 1:12 - Contemporary Xhosa Bible 202412 Akunto na kuni nonke nina nidlula ngendlela? Khangelani nibone, ukuba kukho na umvandedwa onjengam, wenziweyo kum, andicinezele ngawo uYehova ngemini yomsindo wakhe. Sien die hoofstukIZIBHALO EZINGCWELE12 Akunto na oku kuni nonke, nina nidlula ngendlela? Bhekani nibone, ukuba kukho na umvandedwa onjengomvandedwa wam, endiwenziweyo, Athe uYehova wandenza lusizi ngemini yokuvutha komsindo wakhe. Sien die hoofstukIBHAYIBHILE12 Asilutho na kuni, nonke nina nidlula ngendlela? Khangelani nibone: ikho na intlungu enjengeyam andihlabanisele ngayo uNdikhoyo, intlungu andihlisele yona ngemini yokuvutha komsindo wakhe? Sien die hoofstukIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)12 Asi nto na kuni, nonke nina badlulayo ngendlela? kangelani, nibone ukuba kuko ubuhlungu na njengobam ubuhlungu, obo bundenzelweyo mna, obo uyehova wandibulala ngabo ngomhla wobushushu bengqumbo yake. Sien die hoofstuk |