Izililo 1:10 - Contemporary Xhosa Bible 202410 Utshaba lwesa isandla salo phezu kwezinto zalo zonke ezizithandayo, ngenxa enokuba libona iintlanga zingena engcweleni yakhe, owuwise umthetho wena, ukuba zingangeni ebandleni lakho. Sien die hoofstukIZIBHALO EZINGCWELE10 Umbandezeli usolule isandla sakhe phezu kwezinto zayo zonke ezinqwenelekayo; Kuba ibona iintlanga zingené engcweleni yayo, Owawuwise umthetho wena, ukuba zingangeni ebandleni lakho. Sien die hoofstukIBHAYIBHILE10 Iintshaba zayo zibuphangile boke ubuncwane bayo; zangena ijongile iintlanga kweyona ndawo ingcwele – abantu ongabavumelanga, Ndikhoyo, ukuba bangene ebandleni lakho. Sien die hoofstukIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)10 Isandla salo lusitwabulule utshaba pezu kwazo zonke izinto zayo ezinqwenelekileyo: ngenyaniso ibonile abaheyideni ukuba bangenile endaweni yayo eyingcwele, obuyalela ngabo ukuba mabangangeni entlanganisweni yako. Sien die hoofstuk |